

Zuziwe's email address and phone number have been validated.
Zuziwe
- Rate TSh 24,392
- Response 1h

TSh 24,392/hr
1st lesson free
- Other languages
- xhosa
Ndikhule kusithiwa umntu ngumntu ngabantu, inene nangoku ndiyakholelwa kulonto. Akekho umntu onokuphila yedwa kulomhlaba.
- Other languages
- xhosa
Lesson location
About Zuziwe
Igama lam ndingu Zuziwe Kodwa ndazalelwakwisibhedlela saseTafalofefe kwidolophu yaku Ketane, ndakhuliswa kuTamkhulu noMakhulu wam sikhula singabazukulu abathathu, besingekho sihle isimo sikhula ngemali yenkamnkam. Kodwa esikolweni besiphuma emaGqabini. Eyonanto indenza ndibe nomdla wokufundisa isixhosa kuba ndibona abantu banayo lento yokuliba ilimi labo. Kodwa nadunda olu lwangaphandle.
About the lesson
- Primary school
- Ordinary Level
- Form 5
- +17
levels :
Primary school
Ordinary Level
Form 5
Form 6
Ordinary Diploma
Adult Education
Bachelor’s Degree
Master’s Degree
PhD / Doctorate
MBA
A1
A2
B1
B2
C1
C2
Beginner
Intermediate
Advanced
Children
- English
All languages in which the lesson is available :
English
Mna ndazalwa ngabazali ababini kodwa akho nomnye owandikhulisayo, nindive kakuhle andinayo inzondo kubo, nto nje ndikhule ndinombuzo ba babendisaphi kulomhlaba ba kanti bazophinda bohluleke ukudlala indima yobuzali empilweni yam. Kodwa akutshintshanga kwanto ukungabikho kwabo ekukhuleni kwam kuba uMakhulu ubesoloko ekhona ekukhulen kwam. Ndiyambulela kakhulu.
Rates
Rate
- TSh 24,392
Pack prices
- 5h: TSh 120
- 10h: TSh 240
free lessons
The first free lesson with Zuziwe will allow you to get to know each other and clearly specify your needs for your next lessons.
- 1hr
online
- TSh24,392/h
Similar Other languages teachers in Germiston
Thibault
Paris 4e, France & Online
- TSh 107,989/hr
- 1st lesson free
Angelica
Barcelona, Spain & Online
- TSh 77,135/hr
- 1st lesson free
Sophie
Uccle, Wallonia & Online
- TSh 120,331/hr
- 1st lesson free
SUBIN
Thiruvananthapuram, India & Online
- TSh 25,103/hr
- 1st lesson free
Annya
Pala, India & Online
- TSh 22,314/hr
- 1st lesson free
Gurpreet
Kanpur, India & Online
- TSh 8,368/hr
- 1st lesson free
Rishika
New Delhi, India & Online
- TSh 23,708/hr
Ihuoma
Lagos, Nigeria & Online
- TSh 9,883/hr
- 1st lesson free
Caroline
Toulouse, France & Online
- TSh 61,708/hr
- 1st lesson free
Luthando
Cape Town, South Africa & Online
- TSh 82,404/hr
- 1st lesson free
Payal
Amritsar, India & Online
- TSh 33,470/hr
- 1st lesson free
Saleem
Paris 13e, France & Online
- TSh 61,708/hr
- 1st lesson free
Tatiana
Massy, France & Online
- TSh 123,416/hr
- 1st lesson free
Koalani
, Spain & Online
- TSh 37,025/hr
- 1st lesson free
Prapti
, India & Online
- TSh 16,735/hr
- 1st lesson free
Gimi
New York, United States & Online
- TSh 26,620/hr
- 1st lesson free
Ekwe
Philadelphia, United States & Online
- TSh 74,537/hr
- 1st lesson free
Jie
Bétera, Spain & Online
- TSh 77,135/hr
- 1st lesson free
Elga Ahmad
Paris 8e, France & Online
- TSh 138,843/hr
- 1st lesson free
Arshdeep
Goraya, India & Online
- TSh 13,946/hr
- 1st lesson free
-
See Other languages tutors
