

Unathi
- Rate TSh 24,432
- Response 1h

TSh 24,432/hr
1st lesson free
- xhosa
IsiXhosa Ulwimi laseKhaya.ļøā𩹠KwaXhosa zibenza zibutya. Come let's teach each other izaci namaqhalo esixhosa.
- xhosa
Lesson location
About Unathi
Mna nge gama ndingu Unathi osuka kwikhaya lakwa Mbabela, ndineminyaka eyi-23, ngokuhlala ndisuka kwidolophu ebizwa ngokuba yi Carletonville kwilokishi yase Khutsong, ndaqala amabanga amaphatsi eMbulelo Primary School, ndaze ndenza amabanga amaphezulu eBadirile Secondary School apho ndaphelela khonakwibanga leshumi elinesibini.
About the lesson
- Primary school
- Ordinary Level
- Form 5
- +17
levels :
Primary school
Ordinary Level
Form 5
Form 6
Ordinary Diploma
Adult Education
Bachelorās Degree
Masterās Degree
PhD / Doctorate
MBA
A1
A2
B1
B2
C1
C2
Beginner
Intermediate
Advanced
Children
- English
All languages in which the lesson is available :
English
Molweni bafundiš«¶ Yizani sizofunda izaci namaqhalo, ukwenza isibhengezo, ukwenza nokubhala I leta ka Rhulumente kunyeneleta yobuhlobo, i obituary, izichasi, omabizwafane, Ukubhala ulwimi lwasekhaya, ukufunda ngesiXhosa. Yizani sizofunda ngokwahlukana kwemibongo kunye nemvano siqalo nemvano siphelo semizemibongo yethu, kunye nezitanza ukuba zinemiqoloehamba njani.
Rates
Rate
- TSh 24,432
Pack prices
- 5h: TSh 120
- 10h: TSh 240
free lessons
The first free lesson with Unathi will allow you to get to know each other and clearly specify your needs for your next lessons.
- 1hr
online
- TSh24,432/h
Similar xhosa teachers in Carletonville
Luthando
Cape Town, South Africa & Online
- TSh 81,439/hr
- 1st lesson free
Mondekazi
Cape Town, South Africa & Online
- TSh 48,863/hr
- 1st lesson free
Nomhle
Kempton Park, South Africa & Online
- TSh 24,432/hr
- 1st lesson free
ZENANDE
Libode, South Africa & Online
- TSh 24,432/hr
- 1st lesson free
Bongi
Johannesburg, South Africa & Online
- TSh 24,432/hr
- 1st lesson free
Odwa
Cape Town, South Africa & Online
- TSh 32,576/hr
- 1st lesson free
Xolani
Cape Town, South Africa & Online
- TSh 34,204/hr
- 1st lesson free
Sive
Cape Town, South Africa & Online
- TSh 32,576/hr
- 1st lesson free
Siphesihle
Pretoria, South Africa & Online
- TSh 32,576/hr
- 1st lesson free
Lisakhanya
Ibhayi, South Africa & Online
- TSh 16,288/hr
- 1st lesson free
Nkosazana
East London, South Africa & Online
- TSh 32,576/hr
- 1st lesson free
Anam Millicent
Cape Town, South Africa & Online
- TSh 29,318/hr
- 1st lesson free
Nozibele
Mthatha, South Africa & Online
- TSh 32,576/hr
- 1st lesson free
Mihlali Felicia
Motherwell, South Africa & Online
- TSh 32,576/hr
- 1st lesson free
Phelisa
Port Elizabeth, South Africa & Online
- TSh 19,545/hr
- 1st lesson free
Isaac
Johannesburg South, South Africa & Online
- TSh 16,288/hr
- 1st lesson free
CHULUMANCO
Mdantsane, South Africa & Online
- TSh 24,432/hr
- 1st lesson free
Sinogcobo
Cape Town, South Africa & Online
- TSh 24,432/hr
- 1st lesson free
Lindeka
Durban, South Africa & Online
- TSh 24,432/hr
- 1st lesson free
Wendy Aphiwe
Cape Town, South Africa & Online
- TSh 40,720/hr
- 1st lesson free
-
See xhosa tutors
